Ezemidlalo

Ezoyolo

Izibhalo Ezitsha

Obezenza umntu othengisa izindlu neemoto ugwetywe iminyaka eyi-22

Owasetyhini oneminyaka engamashumi amathandathu (60) ubudala ugwetywe iminyaka engamashumi amabini anesibini (22) entolongweni yinkundla yolwaphulo-mthetho olukhethekileyo eBellville ngezityholo zobuqhophololo.NgoMatshi, uVirginia Dawn Wilscot wafunyanwa enetyala...

Iyangcwatywa inkosikazi yaseDutywa ebhaqwe eGqeberha itshisiwe!

Umzimba kaZimkhitha Nodu Sakhela (28) obhaqwe ekwimeko embi etshisiwe kwaye eseBooysen Park eGqberha. UMFANEKISO: UTHUNYELWEUZimkhitha Nodu Sakhela (28) waseGood Hope eNgxakaxha eDutywa, waphuma phandle...

Kutyalwe iR4-billion nguVW kwiziko eliseKariega!

Usodolophi waseNelson Mandela Bay uGary van Niekerk, Andreas Peschke kaVW, uMphathiswa weZorhwebo uEbrahim Patel, Martina Biene weVWA, iNkulumbuso uLubabalo Mabuyane noUlrich Schwabe kaVW.Inkampani ephambili...

Kuthe qabu kwiSwallows – kodwa kusafuneka ilwile ngamandla!

UMusa Nyatama ngumqeqeshi weMoroka Swallows.Umqeqeshi weMoroka Swallows, uMusa Nyatama, ulamkele ngovuyo inqaku elinye elifunyenwe liqela lakhe emdlalweni ogqithileyo. Emdlalweni weDStv Premiership ongundabamlonyeni, iSwallows ibambene...

Amakhosi azimisele ukuvuka ngeRichards Bay esokolayo!

Emva kokuphumla iveki yonke, Amakhosi aza kudibana neRichards Bay emdlalweni weDStv Premiership oza kutaka iintlantsi eKing Zwelithini Stadium ngentsimbi yesithathu emalanga ngeCawe. Omabini amaqela...

Uvela enkundleni umrhanelwa obanjelwe ukuqhekeza kwanokuba

Ubanjiwe umrhanelwa oneminyaka engamashumi amabini anesithathu (23), noqhekeze kwindlu ekwifama engaphandle kwaseWillowmore ngeCawa, kwiveki ephelileyo.Ingxelo ithi emva kwentsimbi yesithandathu kusasa ngeCawa, owasetyhini oneminyaka engamashumi...

Ibanjiwe indoda etyholwa ngokudlwengula umntwana womhlobo wayo okhubazekileyo

Indoda, 39, ekutyholwa ngokuba idlwengule umntwana oyintombazana, 9, okhubazekileyo womhlobo wayo kulindeleke ukuba ivele okwesibini kwinkundla kamantyi yaseRustenburg kule veki.Umtyholwa, negama lakhe lifihliweyo ukukhusela...

BUKELA | Oonqevu bephanga inkampani yokhuseleko

Kutshanje, kuye kwakhutshwa ividiyo yoonqevu bephanga inkampani yokhuseleko.Esi siganeko senzeke eNelson Mandela Bay.Oonqevu beba izinto ezininzi eziquka imipu neembumbulu.Esi siganeko senzeke kwiveki ephelileyo. Bukela...

Isikhalo ngabelusi, uluntu luphila ubomi bentshontsho emva kokugetyengwa komnikazi womzi ngumelusi!

Isiganeko sokuxatyelwa kubulawe utata welali yaseMaqomeni kummandla wakuGengqe, eMqanduli, ebulawa ngumfana obemsebenzela njengomelusi wemfuyo emzini wakhe kunye natyholwa naye, kushiye uluntu lunomsindo kambe abanye...

Rulani Mokwena: Sinayo na iVAR apha eMzantsi Afrika?

Umqeqeshi weMamelodi Sundowns, uRulani Mokwena, uthi amagowuli afakwe kwiqela lakhe bekungafanelanga ukuba abaliwe. Oku ukuthethe emva kokuba iMoroka Swallows ibuye ihamba emva yabambana neMamelodi...

Kule veki